Nkosi Yesu,
Ngena entliziyweni yam.
Ndixolele izono zam.
Ndihlambe undicoce.
Ndikhulule.
Yesu, enkosi ngokuba wandifela.
Ndiyakholwa ukuba uvukile kwabafileyo.
Kwaye ubuyela kum kwakhona.
Ndizalise ngoMoya oyiNgcwele.
Ndiphe ukuthanda kwabalahlekileyo.
Ukulambela izinto zikaThixo.
Nobuganga obungcwele bokushumayela iVangeli kaYesu Kristu.
Ndisindisiwe!
Ndizelwe ngokutsha!
Ndixolelwe!
Kwaye ndisendleleni eya eZulwini.
Kuba ndinoYesu entliziyweni yam.
